Psalms 63:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa abo bafuna ubomi bam babang’ ukutshatyalaliswa; baya kungena emazantsi omhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke bona bafuna umphefumlo wam ukuze batshabalale, Baya kutshona kwezisezantsi iindawo zehlabathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye abo bafuna ukutshabalalisa umphefumlo wam baya kuya kwiindawo ezisezantsi zomhlaba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke bona abafunana nobomi bam baya kweyela kwelabafileyo.