Psalms 64:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa utixo uya kubatola ngentolo; boqutyulwa ngokulinyazwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke uThixo uyabatola ngotolo; Amanxeba abo abakho ngesiquphe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke yena uThixo uya kubatola ngotolo; baya kwenzakala ngephanyazo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke uThixo uya kubadubula ngotolo; uya kubachana benzakale bengalindelanga.