Psalms 64:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye bonke abantu beya kwoyika, bashumayele umsebenzi katixo, banakane isenzo sake ngokuqonda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Basuka boyike bonke abantu, Bawuxele umsebenzi kaThixo, Basiqiqe isenzo sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Basuka boyike bonke, bawuvakalise umsebenzi kaThixo; ngokuba baya kuyiqiqa imisebenzi yakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke baya kutsho boyike, bakubhengeze akwenzileyo uThixo, bayetyise imisebenzi yakhe.