Psalms 66:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wenza ukuba kukwele abantu pezu kwentloko zetu; sangena emlilweni nasemanzini; kodwa wasiku̔pela endaweni yobuninzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukhwelise abantu entlokweni yethu; Singene emlilweni nasemanzini; Waza wasikhuphela endaweni enendyebo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukhwelise abantu entlokweni yethu; sicande emlilweni nasemanzini, nasuka nasisa endaweni etyebileyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wasivula, iintshaba zasityakatya, sadada emililweni nasemanzini; wabuya wasithi jize ngendyebo.