Psalms 66:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yizani nibone imisebenzi katixo: woyikekile ngokwenza kwake ngakubo onyana babantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yizani, nibone imisebenzi emikhulu kaThixo, Engowoyikekayo ekwenzeni kwakhe koonyana babantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yizani, nibone imisebenzi kaThixo, Eyoyikekayo ngezenzo zakhe koonyana babantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yizani niyibone imisebenzi kaThixo; izenzo zakhe ziyalumangalisa uluntu.