Psalms 66:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waguqula ulwandle lube ngumhlaba owomileyo, ukuba bawele umlambo ngenyawo: kona apo siya kuvuya ngaye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waluguqula ulwandle lwayinto eyomileyo; Bawuwela umlambo ngeenyawo; Apho savuya ngaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waluguqula ulwandle lwayinto eyomileyo, bawuwela umlambo ngeenyawo; apho savuya ngaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ulwandle walujika lwayinkangala. Umlambokazi bawuwela betabhata. Ngenene sachulumacha ngenxa yakhe.