Psalms 67:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abantu mabakudumise, Tixo! bonke abantu mabakudumise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngamana zabulela izizwe kuwe, Thixo, Zabulela izizwe kuwe zonke ziphela;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mazikubonge iintlanga, Thixo; mabakubonge bonke abantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zonk' iintlanga mazikubonge, Thixo; bonk' abantu mabakudumise.