Psalms 67:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Intlanga mazivuye zigcobe nokugcoba; ngokuba uya kugweba abantu ngokulungileyo, ukokele intlanga ezisemhlabeni. Sela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zavuya zamemelela izizwe: Ngokuba uya kugweba phakathi kwezizwe ngokuthe tye, Uzikhaphe izizwe ehlabathini.(Phakamisani.)
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mazigcobe zigcobe iintlanga, ngokuba ùya kugweba phakathi kweentlanga ngobulungisa, Uzilawule ehlabathini. Sela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mazidanduluk' izizwe zicule ngemincili, kuba wena ulawula ngobulungisa, zaluswa nguwe zonk' izizwe.