Psalms 68:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okumkani bemikosi babaleka ngokubaleka; waza umfazi owasala ekaya waba amaxoba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ookumkani bemikhosi baya kusaba besabile; Intokazi esele ekhaya iya kuwaba amaxhoba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zasaba ngokukhawuleza iinkosi, nenkazana ehleli endlwini yawahlula amaxhoba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iinjengele zomkhosi nâzo zibaleka; ke bona abafazi basala besab' amaxhoba.