Psalms 68:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ninomona nganina, zintaba ezinde? Nantsi intaba utixo atanda ukuhlala kuyo: ewe, uyehova uya kuma kona kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Niyigxeleshelani na, zintaba zincopho zininzi, Intaba ayinqweneleyo uThixo ukuba ahlale kuyo? Ewe, uYehova uya kuhlala kuyo ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niyatsiba na, zintaba ziphakamileyo? yinduli apho athanda ukuhlala khona uThixo; ewe, uYehova uya kuhlala apho ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zintabandini, ngani ukuba niyigxeleshe intaba, nditsho intaba enqwenelekayo kuThixo, apho wohlala khona ngonaphakade uNdikhoyo!