Psalms 68:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuko um‐Benjamine omncinane n ompati wabo, inkosi zakwa‐Juda n amapakati azo, inkosi zakwa‐Zebulone, n enkosi zakwa‐Nefatali.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Balapho ooBhenjamin, inci yabo, umphathi wabo, Abathetheli bakwaYuda, ihlokondiba labo; Abathetheli bakwaZebhulon, abathetheli bakwaNafetali.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukhona uBhenjamin umncinane, nabathetheli babo, abathetheli bakwaYuda nebhunga labo, iinkosana zakwaZebhulon, neenkosana zakwaNafetali.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zikhokelwa nguBhenjamin inci. Nâlo neqela lamatshawe akwaJuda. Ayalandela awakwaZebhulon nawakwaNafetali.