Psalms 68:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utixo wako umisele amandla ako; yomeleza, Tixo! oko okwenzele tina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo wakho wakuwisela umthetho wokuba uqine; Kuqinise, Thixo, oko usenzeleyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo wakho wakunika amandla; kuqinise, Thixo, oko usenzele kona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonakalìsa ubungangamsha bakho, Thixo; loo mandla wasinceda ngawo, Thixo.