Psalms 68:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Tetisa isilo sasezingcongolweni, intlanganiso yenkunzi, kunye namatole ezizwe, nabo bazitobayo ngeziqingata zesilivere: uzicitile yena izizwe ezitanda imfazwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khalimela amarhamncwa asengcongolweni, Umhlambi weenkunzi eziziimbalasane, kunye namathole ezizwe, Ukuze baziwise benezijungqe zesilivere. Wazibhangisa izizwe eziyithandayo imfazwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
xabelani ingxokolo yezikhali, nengxokolo yeenkunzi ezintsha zeenkomo, namathole eenkomo, bade banikele amaqhosha esilivere elowo; ukubachithachitha abantu abathanda imfazwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakhalimele abo bahlala eJiputa, isizwe esiziphetheleyo izizwe, esicinezela ezinye ngenxa yomrhumo. Isizwe esingumnqay' ulambile sizichitha-chithile ezinye izizwe.