Psalms 68:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Tixo! wakupumela pambi kwabantu bako, wakuhamba ebugxwayibeni; Sela:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thixo, ekuphumeni kwakho uphambi kwabantu bakho, Ekunyatheleni kwakho enkangala, (Phakamisani.)
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thixo, ekubahambiseni kwakho abantu bakho, Ekucaleni kwakho enkangala; Cella:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wena, Thixo, wabakhokela abantu bakho; wanyantsula, wacanda entlango.