Psalms 69:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wena wazile ukutukwa kwam, nokudana kwam, nokuhlaziswa kwam: abo bayimpi kum bonke bapambi kwako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena uyakwazi ukungcikivwa kwam, nokudaniswa kwam, nokuhlazwa kwam; Baphambi kwakho bonke abandibandezelayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena uyakwazi ukungcikivwa kwam, nokucukucezwa kwam, nokudelwa kwam; Abandichasayo banawe bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uyayazi indlela endingcikivwa ngayo; uyazi ukuba andinto yanto, ndihlazekile; uyazazi zonke iintshaba zam.