Psalms 69:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Maibe indlu yabo icitakele; makungabiko namnye ohlala ezintenteni zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ingqili yabo mayibe senkangala, Ezintenteni zabo kungahlali mntu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Isakhiwo sabo masibe senkangala; yaye makungabikho bani uhlala emhadini wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mawube linxuwa umzi wabo, makungahlali nabani kuwo,