Psalms 69:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba utixo eya kusindisa i‐Ziyone, ake izixeko zakwa‐Juda; ize bahlale kona, bayifuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uThixo uya kuyisindisa iZiyon, ayakhe imizi yakwaYuda, Bahlale khona, bayime;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uThixo uya kuyikhulula ngentlawulelo iZiyon, aze azakhe izixeko zakwaYuda, ukuze bahlale khona baze bazidle ilifa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba uThixo uya kuyisindisa iZiyon, aphinde azakhe izixeko zakwaJuda. Izicaka zakhe ziya kuba ngabemi bakhona,