Psalms 69:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Tixo! uyazi wena ngobugeza bam; nezilandu zam azikufihlelwanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thixo, wena uyakwazi ukumatha kwam; Namatyala am akanakugushwa kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena, Thixo, uyakwazi ukumatha kwam; nezono zam azigushekile kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wena, Thixo wam, uyasazi isono sam; amatyala am' aselubala kuwe.