Psalms 70:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mabadaniswe bamatiswe abo bafuna ubomi bam: mabanqandelwe ngomva, baviswe ihlazo, abo batanda ukwenzakala kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mabadane babe neentloni abawufunayo umphefumlo wam;Mababuye umva bahlazeke abananze ukuba ndihlelwe bububi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mabadane badane abawufunayo umphefumlo wam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mabadane badideke abandizondayo; mabarhoxe baphoxeke abazungula ukundenzakalisa.