Psalms 70:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mabati bonke abo bafuna wena bagcobe bavuye ngawe; mabati abo batanda usindiso lwako bahlale besiti: Makenziwe mkulu utixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mababe nemihlali bavuye ngawe bonke abakuquqelayo;Abaluthandayo usindiso lwakho Mabahlale besithi, Makenziwe mkhulu uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mababe nemihlali bavuye ngawe bonke abakufunayo; nabaluthandayo usindiso lwakho bathi, Mkhulu uThixo!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abakulangazelelayo mabavuye bagcobe ngawe; abaluthandayo usindiso lwakho mabangaphezi ukuthi: “Huntshu – uyingangalala uThixo!”