Psalms 70:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa mna ndilihlwempu, ndingosweleyo; yiza kum kamsinya, Tixo! wena ungumncedi wam nomkululi wam; zungalibali, Yehova!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke mna ndilusizana, ndilihlwempu; Thixo, khawuleza uze kum.Umncedi wam nomsindisi wam nguwe; Yehova, musa ukulibala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke mna ndilusizana, ndilihlwempu; yiza kum, Thixo; Umncedi wam noMsindisi wam nguwe; Nkosi, musa ukulibala;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke mna ndilihlwempu, ndiludwayi; awu, Thixo, khawundivelele! Umncedi nomhlanguli wam nguwe; sukuba saphozisa maseko, Ndikhoyo!