Psalms 71:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba abazintshaba zam beteta ngam, nabahlolayo umpefumlo wam bayacebisana,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba zithetha ngam iintshaba zam; Abawulindayo umphefumlo wam bayacebisana,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba zithetha ngam iintshaba zam; Abawulalelayo umphefumlo wam bacebisana kunye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iintshaba zifakan' imilomo ngam; abandizungulayo bayacebisana.