Psalms 71:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baya kudaniswa bagqityelwe, abo bayimpi kumpefumlo wam; baya kwambatiswa ugxekwa nehlazo, abo bafuna ukwenzakala kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mabadane, bagqitywe, abawuchasayo umphefumlo wam, Bathiwe wambu yingcikivo nehlazo abafuna ukuba ndihlelwe bububi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mabadane, batshatyalaliswe, abawuchasayo umphefumlo wam; Mabathiwe wambu ngocukucezo nehlazo abafuna ububi bam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abandihlaselayo mabahlazeke babhubhe. Ngamana baphoxeka bahlazeka abazungula ukundenzakalisa.