Psalms 71:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya kuhamba ngamandla enkosi e nguyehova; ndiya kukankanya obako ubulungisa, obako bodwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuza nemisebenzi yobugorha beNkosi uYehova; Ndiya kukhankanya ubulungisa bakho, bakho wedwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuhamba ngamandla eNkosi uYehova; Ndibiza ubulungisa bakho kuwe wedwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndize kukudumisa, Mhlekazi Ndikhoyo, ngenxa yamandla akho, ndikubonge ngobulungisa obungakanana.