Psalms 71:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kanjalo, nxa kukoyo ubudala nezimvi, zungandishiyi, Tixo! ndide ndishumayele ingalo yako kwisizukulwana esikoyo, namandla ako kuzo zonke ezisakuza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thixo, musa ukundishiya kude kuye ebuxhegweni nasezimvini;Ndide ndiyixele ingalo yakho kwisizukulwana esitsha, Nobugorha bakho kubo bonke abaya kuza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke, ukuba ndide ndaluphele ndibe yingwevu, Thixo, musa ukundishiya; Ndide ndisazise esi sizukulwana amandla akho, nobugorha bakho kubo bonke abezayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nangona ndiyingwevu nje, sukundilahla, Thixo, ndide ndiwabhengeze amandla akho nakwizizukulwana ezizayo.