Psalms 71:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kwandisa ubukulu bam, undonwabise ngamacala onke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kubandisa ubukhulu bam, Ubuye wena undithuthuzele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kubandisa ubukhulu bam, andithuthuzele ngeenxa zonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kundizimasa, undithuthuzele kwakhona.