Psalms 72:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makabongwe uyehova utixo, utixo wo‐Sirayeli, owenza yedwa imimangaliso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makabongwe uYehova uThixo, uThixo kaSirayeli. Ulomenzi wemisebenzi ebalulekileyo yena yedwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makabongwe uYehova uThixo, uThixo kaSirayeli, osebenza imiqondiso yedwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngamana wadunyiswa *uNdikhoyo, uThixo kaSirayeli, ekukuphela kwakhe owenza imimangaliso enje.