Psalms 72:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baya kukwoyika kunye nokuhlala kwelanga nenyanga, izizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mabakoyike, ukuhlala elihleliyo ilanga Kwanenyanga, izizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ziya kukoyika ukuma kwelanga nenyanga, kususela kwizizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu mabambuse bamkhonze xa lisaman' ukuvela ilanga, lo gama isakhanyisa nenyanga, kuye kwizizukulwana ngezizukulwana.