Psalms 73:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako abantu bake baya kubuyela apa, namanzi endebe izele ayahluzelwa kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko abantu babo babuyela apha; Bafinca amanzi amaninzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babuyela apha abantu bakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke bona abantu bayabamkela; barhorhozela emva kwabo.