Psalms 73:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba bendiya kuti: Ndiya kuteta njalo; bona ke, ndinga ndisenza ngenkohliso kwisizukulwana sonyana bako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba bendithe, Ndiya kwenjenjalo ukuthetha, Yabona, ngendinginizile kwisizukulwana soonyana bakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa ndithi, Ndiya kuthetha; yabona, ndiya kusikhubekisa esizukulwaneni soonyana bakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa bendithetha kanjalo bendingaba ndingcatsha abantu bakho.