Psalms 73:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndindakucinga ukuba ndikwazi oku, kwaba yinkohla emehlweni am;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndathi ke ndakucinga ukuba ndikwazi oko, Kwayinkohla emehlweni am;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathi ke ndakucinga ukuba ndikwazi oko, ndaba buhlungu kakhulu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndizamile ukuyiphonononga le nyewe, kodwa suka yayinkinge kum.