Psalms 73:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba, bona ke, abo bakude nawe baya kububa; uyabatshabalalisa bonke abo bemkayo kuwe ngombulo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba, yabona, abanyawukileyo kuwe baya kudaka;Uyababhangisa bonke abahenyuzayo, bemke kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba abanyawukileyo kuwe baya kudaka; ubabhangisile bonke abakrexezayo kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abakutyeshelayo baya kubhanga; uyabatshabalalisa abaqhankqalazi.