Psalms 73:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa mna, ukuba kufupi notixo kulungile kum; itemba lam ndilibekile enkosini e nguyehova, ndize ndishumayele yonke imisebenzi yako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ke, ukusondela kuThixo kulungile kum, Ndiyenza ihlathi lam iNkosi uYehova, Ukuze ndiyibalise yonke imisebenzi yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ukusondela kuThixo kulungile kum: Ndikholose ngeNkosi uYehova, Ukuze ndiyibalise yonke imisebenzi yakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kum ke kuluyolo ukuba kufuphi kuwe, Thixo. Nkosi yam *Ndikhoyo, ndikhuselwa nguwe, ukuze ndibalise ngemisebenzi yakho.