Psalms 74:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Imini yeyako, ubusuku nabo bobako; ulungisile ukukanya nelanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yeyakho imini, bobakho nobusuku; Nguwe owalungisa ukukhanya nelanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yeyakho imini, bobakho ubusuku; Nguwe owalungisa ukukhanya nelanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yadalwa nguwe imini, ngokunjalo nobusuku; ivela kuwe inyanga, ngokunjalo nelanga.