Psalms 74:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Pakama, Tixo! upikele ityala lako: kumbula ukutukwa kwako ligeza imihla yonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khawusuk ume, Thixo, ubambane nababambene nawe; Khumbula ukukungcikiva kwesidenge yonke imini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zivuse, Thixo, ngenxa yebango lakho; cinga ukuba isidenge sikungcikiva yonke imihla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khawuvuke uhlanganise, Thixo; izibhoja zisoloko zikungcikiva.