Psalms 74:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kaloku zikanda iziqingqwa zayo ngezixenxe nangezando kwa kunye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungoku, uqoqo lwayo lonke Balucanda ngamazembe neengxobonga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ngoku bakhawuleza bayiqhekeza imifanekiso yakhe eqingqiweyo ngamazembe neehamile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zona izinto ezenziwe ngomthi bazintlekeza ngooncelemba nezando.