Psalms 74:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Imiqondiso yetu asiyiboni; akuseko mprofite; kanjalo akuseko kuti okwaziyo ukuba kwoba kade kangakananina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Imiqondiso yethu asiyiboni, Akusekho mprofeti; Kuthi akukho waziyo ukuba koda kuse phi na kunjalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Imiqondiso yethu asiyiboni; akusekho mprofeti, akukho namnye kuthi owaziyo ukuba iya kufika nini na.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Eyakuthi indwe ayisabonakali; akusekho namshumayeli, kungekho waziyo ukuba koda kube nini na.