Psalms 76:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
UTIXO wazekile kwa‐Juda; igama lake likulu kwa‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kumongameli; eyokubethelwa ngezinto ezineentambo. Umhobe ka-Asafu. Ingoma. Waziwa kwaYuda uThixo, Likhulu kwaSirayeli igama lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kumongameli waseNeginoti; Ingoma ka-Asafu. Waziwa uYuda uThixo; likhulu igama lakhe kwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo uyaziwa kwaJuda; igama lakhe lidumile kwaSirayeli.