Psalms 76:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kunqamla umoya wazo inkosi: woyikekile kubo okumkani bomhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kunqumla ukufutha kweenganga, Uyoyikeka kookumkani behlabathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kuwutshabalalisa umoya wabathetheli; Uyoyikeka kookumkani behlabathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kulowo unqamla umoya wamatshawe, ewe, kumrhwaqelisi wezikumkani zehlabathi.