Psalms 76:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wena, kwa wena ungowoyikekayo; ngubanina ongema ebusweni bako emvenikweni uqumbileyo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Unguwena wena woyikekayo; Ngubani na onokuma phambi kwakho, wakuba nomsindo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena, ewe, ufanele woyike, yaye ngubani na onokuma phambi kwakho xa uqala ukucaphuka?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Awu, uyamangalisa kambe! Ngubani onokujongana nawe wakuvutha umsindo wakho?