Psalms 76:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nxa utixo wavukela ekugwebeni, ukuza kusindisa bonke abalulamileyo bomhlaba. Sela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekusukeni kukaThixo ukuba agwebe, Abasindise bonke abalulamileyo behlabathi. (Phakamisani.)
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa uThixo emele umgwebo, ukuze asindise bonke abalulamileyo behlabathi. Sela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokuya wena wawisa isigwebo sokusindisa abacinezelwa behlabathi.