Psalms 77:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wena ungutixo owenza okungummangaliso; ubonakalisile amandla ako pakati kwezizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UnguloThixo, wenza ngokubalulekileyo; Wawazisa amandla akho ezizweni,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
UnguThixo, umenzi wemimangaliso; Ubuxelile ubugorha bakho ezintlangeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena unguThixo owenza imimangaliso; amandla akho abonakele phakathi kwabantu;