Psalms 77:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umendo wako ubuselwandle; indlela yako ibisemanzini amakulu; imikondo yako ayaziwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yaba selwandle indlela yakho, Nomendo wakho waba semanzini amaninzi; Awaziwa umkhondo wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indlela yakho yaba selwandle, nasemanzini amaninzi indlela yakho, akwaziwa ukunyathela kwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena wadabul' ulwandle, wacand' amanzi anzongonzongo. Ke wona umkhondo wakho awufumaneki.