Psalms 77:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Inkosi iya kulahla kude kube ngunapakade na? ayisayi kubuya ibe nokubuka na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndithi, Iya kundihlamba ngonaphakade na iNkosi yam, Ingabi saphinda iphathe ngetarhu na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova uya kunishiya na ngonaphakade? akayi kuba nanceba ngakumbi na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngaba yondilahla kuphele iNkosi, ingaze ibuye indamkele?