Psalms 78:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wacanda amatyekazi entlango, wabaseza njengasezinzulwini ngokukolisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Walicanda iliwa entlango, Wabaseza amanzi anzongonzongo kakhulu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawacanda amawa entlango, wawaseza njengamanzi enzonzobila;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waqhekeza amawa entlango, basela amanzi ampompozayo.