Psalms 78:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya kuvula umlomo wam ngomzekeliso; ndiya kuxela izintsonkotelo zakudala:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuwuvula umlomo wam ngomzekeliso; Ndiya kumpompozisa iintsonkotha zamandulo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuwuvula umlomo wam ngomzekeliso;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiza kuthetha nani ngemizekeliso; ndiza kuphokoz' iintsonkotha zamandulo.