Psalms 78:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokokuba bengakolwanga kutixo, nokuba bengatembanga ekusindiseni kwake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba bengakholwanga kuThixo, Bengakholosanga ngosindiso lwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba bengakholwanga kuThixo, Bengakholosanga ngosindiso lwakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba bengakholosanga ngoThixo, bengathembanga ukuba angabasindisa.