Psalms 78:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Badla abanye ngabanye ukutya kwabazinkosi; wabatumela ukutya kwada kwahlutiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umntu wadla isonka sOnamandla; Wabathumela umphako bada badikwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abantu badla ukudla kwezithunywa zezulu; Wabanika inyama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, abantu batye ukutya kwezithunywa zezulu, baza batya bada bahlutha.