Psalms 78:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapumisela ezulwini umoya wasempumalanga, wazisa ngamandla ake umoya wasesuyide.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wandulula umoya wasempumalanga ezulwini, Wawuqhuba ngamandla akhe umoya wasezantsi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wavuthela umoya wasempumalanga ezulwini, Wawuvuthela ngamandla akhe umoya wasezantsi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathumela umoya wasempuma wabhudla, ngamandla akhe wavusa umoya wasezantsi.