Psalms 78:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wayiwisa pakati kwomnquba wabo, ngento engqongayo intente zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yawa phakathi kweminquba yabo, Ngeenxa zonke emakhayeni abo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye wawa esazulwini sokhuseleko lwabo kufuphi nekhaya labo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waziwisa apho babemise khona, ewe, zajikeleza iintente zabo.